Nokuba yintoni na kodwa iyingozi
16 pages
English

Découvre YouScribe en t'inscrivant gratuitement

Je m'inscris

Nokuba yintoni na kodwa iyingozi , livre ebook

-

Découvre YouScribe en t'inscrivant gratuitement

Je m'inscris
Obtenez un accès à la bibliothèque pour le consulter en ligne
En savoir plus
16 pages
English
Obtenez un accès à la bibliothèque pour le consulter en ligne
En savoir plus

Description

nokuba yintoni na kodwa iyingozi ibhalwe ngu: nonceba tuntulwana ipapashwe ngu: ncebakazi Faith Saliwa izotywe ngu: Zukiswa tshangela idityaniswe yashicilelwa yi-NF Saliwa Publishing Nokuba yintoni na kodwa iyingozi Published by NF Saliwa Publishing cc Box 3516 Cape Town 8000 © 2009 NF Saliwa Publishing iSBN:978 0 620 43069 2 All rights reserved. No part of this publication may be reproduced, stored in a retrieval system or transmitted in any means, electronic, photocopying, recording or otherwise, without prior permission of the copyright holder. Duplicating or photocopying of this publication is illegal and may lead to one being charged and prosecuted. Kulwandle oluthile olwalungqonge isiqithi esithile kwakuhlala khona uSiki intlanzi enkulu. Le ntlanzi yayizibalula kakhulu ngokukhalipha nokungoyiki nto. ibisithi akuthi yalu yalu amanzi umbone uSiki entywila edadela enzulwini efuna ukuqonda ukuba ngaba silo sini na eso sibatyeleleyo. 3 Umama wakhe ke ubemkhuza qho esithi le nto ayenzayo ngenye imini iya kumfaka kwenkulu ingxaki. Hayi ke inkani kaSiki. Ubesuka amtshikilele umama wakhe athi yena akaboni silo sasemanzini sinokumoyisa. Ubethetha kome amathe xa ezigabisa ngobukroti bakhe. Ubesoyikiswa ngookrebe afane athi shwace kodwa engayekanga ukuzigabisa ngamandla akhe. 4 Ubeyiqonda mhlophe into yokuba ukrebe akadlali ngamazinyo akhe abukhali njengesarha. 5 “Siki le nto ayinakroti. ingozi yingozi.

Sujets

Informations

Publié par
Date de parution 05 janvier 2009
Nombre de lectures 0
EAN13 9780620430692
Langue English

Informations légales : prix de location à la page 0,0500€. Cette information est donnée uniquement à titre indicatif conformément à la législation en vigueur.

Extrait

nokuba yiNToNi Na kodwa iyiNgozi
ibhalwe ngu: noNceba tuNTulwaNa
ipapashwe ngu: ncebakazi FaiTh Saliwa
izotywe ngu: Zukiswa tshaNgela
idItyanIswe yashIcIlelwa yI-NF SalIwa PublIshIng
  • Univers Univers
  • Ebooks Ebooks
  • Livres audio Livres audio
  • Presse Presse
  • Podcasts Podcasts
  • BD BD
  • Documents Documents